go to: RAC

 Unxibelelwano kumaLungu
 

Niyacelwa okokuba niqwalasele kuluhlu lwamagama ngokwemigodi,uluhlu olubonisa amagama amalungu ane Nil Contributions,i- Unpaid Contributions ne- Paid Ups.


Okokuba amagama amalungu okanye amagama abo bayakuxhamla ayavela kuluhlu lwamaxwebhu akhankanywe ngasentla, kufuneka baxhumane ngokukhawulezileyo nomqeshi womufi okanye i - Lekana, beze bephethe lamaphepha alandelayo ukuze ibango labo lihoyeke.


NB:Kumalungu asaphilayo :- amaxwebhu amaphepha afunekayo ngala -

  • Dismissal Claim Form okanye
  • Withdrawal Claim Form okanye
  • Retrenchment Claim Form okanye
  • Ill Health Claim Form okanye
  • Identity Document okanye i - Passport
  • Bank Statement with bank stamp

NB:Kumalungu angasekhoyo : abaxhamli mabeze bephethe amaxwebhu akhankanywe kwi Member Booklet phantsi kweCandelo - 6 inombolo yesithandathu ethi " Kwenzeka ntoni wakubhubha"?, amaxwebhu afunekayo.


 Patel eyes pensions billions for state fund
 

CAPE TOWN — Economic Development Minister Ebrahim Patel is to explore ways of investing some of the R1,5-trillion of public and private retirement funds in development projects, including the possibility of issuing a development bond.



[ List more news articles? ]



2003 Financial Statement

2004 Financial Statement

2005 Financial Statement

2006 Financial Statement

 

2007 Financial Statement

 

2008 Financial Statement

 

2008 Financial Statement

 

2009 Financial Statement



Mineworkers Provident Fund
| Retirement | Trustees | Investments

Copyright 2005, Mineworkers Provident Fund - Designed and Empowered by JD Internet Consulting